(Translated by https://www.hiragana.jp/)
Uhlobo lolutya - Wikipedia Jump to content

Uhlobo lolutya

Livela

Uhlobo lokutya luthetha u:

  • uhlobo lokutya(isondlo somzimba), kubhekisa kwizakhamzimba ezisekutyeni okutyiwa zizidalwaokanye liqela lezidalwa eziphefumlayo.
  • Ukuhluza uhlobo lokutya, ukuzikhethela ukutya okuthile omawukutye ngeenjongo zokwehlisa izinga lobunzima bomzimba okanye ukwehlisa indlela ozitya ngayo iityuwa zomzimba.